Up next

274 Yisabatha Namhla Nkosi - Amalinda Methodist Church

1 Views· 22/07/24
Willy
Willy
2 Subscribers
2
In Worship

Yisabatha namhla Nkosi
Iyimini yakho;
Bayavuy' abantu bakho,
Ngalemini yakho.

Wawuphuma namhla Nkosi
Enchwabeni lakho,
Wakufis' ukufa namhla,
Ngokuvuka kwakho.

Uvukile wena ntloko
Yabo bakholwayo,
Sakuvuka nathi ngoko,
Thina sikholwayo.

Maliviwe izwi lakho,
Ngabaninzi namhla,
Mabavuswe ekufeni
Babe nawe namhla.

Sibulela wena Yesu
Kuyo lendlu yakho
Sinezinto zonke thina
Ngokuvuka kwakho..

Show more

 0 Comments sort   Sort By


Up next