Bir sonraki

𝗬𝗶 𝗦𝗮𝗯𝗮𝘁𝗵𝗮 𝗻𝗮𝗺𝗵𝗹𝗮, 𝗻𝗞𝗼𝘀𝗶, 𝗜𝘆𝗶𝗠𝗶𝗻𝗶 𝘆𝗮𝗞𝗵𝗼 ; 𝗯𝗮𝘆𝗮 𝘃𝘂𝘆' 𝗮𝗯𝗮𝗻𝘁𝘂 𝗯𝗮𝗞𝗵𝗼 𝗡𝗴𝗮𝗹𝗲 𝗠𝗶𝗻𝗶 𝘆𝗮𝗞𝗵𝗼.³¹/¹⁰/²⁰²¹

1 Görünümler· 22/07/24
Willy
Willy
3 Aboneler
3
İçinde Müzik

1.Yi Sabatha namhla, nKosi,
IyiMini yaKho ;
baya vuy' abantu baKho
Ngale Mini yaKho.

2.Wawuphuma namhla, nKosi,
Enchwabeni laKho ;
Wakufis' ukufa namhla
Ngokuvuka kwaKho.

3.Uvukile Wena, ntloko
Yaabo bakholwayo.
Sakuvuka nathi ngoko,
Thina sikholwayo.

4.Maliviwe iZwi laKho
Ngabaninzi namhla ;
Ma bavuswe ekufeni,
babe naWe namhla.

5.Sibulela Wena, Yesu
Kuyo le ndlu yaKho ;
Sinezinto zonke thina,
Ngokuvuka kwaKho.
Amen.

Daha fazla göster

 0 Yorumlar sort   Göre sırala


Bir sonraki